top of page
Puzzled

Puzzled

Jaco Sieberhagen

2015

Reflections

Every morning we look in the mirror and only occasionally do we reflect on goals accomplished or goals missed; things thought important have become insignificant; truly important things in life neglected have left us poorer; should we rekindle old dreams, try to escape from our cage and refurbish our lives?


Elke oggend kyk ons in die spieël en slegs af en toe dink ons na oor die doelwitte wat ons bereik het of kanse wat verspeelis; dinge wat eens belangrik was het onbenullig geword; werklike belangrike dinge in die lewe wat verwaarloos is het ons arm gelaat; moet ons ou drome weer aanvuur, probeer ontsnap uit ons kou en ons lewens opknap?


Nangona sizijonga qho kusasa esipilini, asifane siqwalasele apho sisuka khona ngokufikelela kwiziphumo sezinto esifuna ukuzenza okanye izinto esingafikelelanga kuzo; izinto esasicinga ukuba zibalulekile zisuke azabaluleka; izinto ezibaluleke kakhulu ebomini nezithe azakhathalelwa zisenze sangamahlwempu; ingaba kufuneka sivuselele amaphupha amadala, sizame ukubaleka imbophelelo siphinde sivuselele ubomi bethu?

Artist Archive

2012 - 2025 Artists from exhibitions and projects that form part of the Stellenbosch Outdoor Sculpture Trust (SOST) archive.

bottom of page