top of page
Aphelile IV

Aphelile IV

Zanele Muholi

2020

Masked Masterpieces

"The image was taken on April I 1, in South Africa, in response to the emergency and the use of gloves and masks as essentials that are necessary to keep one safe and protected against the pandemic. I am under lockdown with limited movements and resources to continue production at my usual pace. I have to make use of what is at my disposal." - Zanele Muholi, Visual activist and photographer


"Lo manekiso wathathwa eMzantsi Afrika, ngomhla we-l I ku-Aprili, ukuhlangabezana nemo yonxunguphalo nokusetyenziswa kweeglavu zesandla nezigqubuthelo zobuso nekuyimfuneko ukuba zibe khona ukuzigcina usindile kwaye ukhuselekile kulo bhubhane. Ndiphantsi komiso-ngxi Iweenkonzo nokuhambahamba okumiselwe imiqathango kwaye ndiphantsi kokungabinazinto eziluncedo zaneleyo ukuze ndibe nokughubeka ngokuvelisa kwindawo endiqhele ukuvelisa ndikuyo. Kufuneka ndisebenzise ezo zinto ndinazo


"Die beeld is op | | April in Suid-Afrika geneem na aanleiding van die noodtoestand en die gebruik van handskoene en maskers as noodsaaklike gebruiksitems om jou teen die pandemie te beveilig en te beskerm. Ek is in 'n staat van inperking met beperkte bewegings en hulbronne om met produksie teen my normale tempo te kan voortgaan. Ek gebruik wat tot my beskikking is."

Artist Archive

2012 - 2025 Artists from exhibitions and projects that form part of the Stellenbosch Outdoor Sculpture Trust (SOST) archive.

bottom of page